Inguqulelo ka walo ingesiNgesi:

walo

her/his/its

isimnini

  • 1

    her/his/its
    Ixhegwazana nonyana walo bahlala kule ndlu The old woman and her son live in this house
  • 2

    her/his/its
    Ufudo lwamjonga umhlobo walo ehamba The tortoise looked at its friend leaving
  • 3

    her/his/its
    Igqabi aliwi kude nomthi walo A leaf does not fall far from its tree
  • 4

    her/his/its
    Ufudo lwahlala phantsi komthi walo The tortoise stayed under its tree