Inguqulelo ka wawo ingesiNgesi:

wawo

its

isimnini

  • 1

    its
    Umdlalo weqonga ufuna ukuba umbhali wawo azobe umfanekiso-ngqondweni onomdla The drama requires that its writer creates interesting images
  • 2

    their
    Amapolisa angacela usajini wawo awancedise The police can ask their sergeant to help them
  • 3

    its
    Lo mthi mkhulu umthunzi wawo This tree, its shade is big
  • 4

    their
    Amadoda awenza umsebenzi wawo The men did their work