Inguqulelo ka yakhe ingesiNgesi:

yakhe

her/his

isimnini

  • 1

    her/his
    Lo mfana uzamana nemithwalo yakhe This young man struggles with his heavy loads
  • 2

    her/his
    Umfazi uye kukhangela indoda yakhe ematyotyombeni The woman went to look for her husband at the shack dwellings