Inguqulelo ka zawo ingesiNgesi:

zawo

its

isimnini

  • 1

    its
    Ziyavakala izandi zawo, lo mlambo We can hear its sounds, this river
  • 2

    their
    La maBhaca ke thina siyazazi izifungo zawo These Bhaca people, we know their vows
  • 3

    its
    Lo msebenzi uza kwenziwa eklasini uneenkcukacha zawo The work that will be done in class has its details
  • 4

    their
    Tshatisa amagama neentsingiselo zawo Match words with their meanings