Inguqulelo ka zinde ingesiNgesi:

zinde

(they) are long

isibanjalo

  • 1

    (they) are long
    Iinwele zakhe zinde zimnyama khaca Her hair is long and is pitch black
  • 2

    (they) are tall
    (they) are high
    Iingxangxasi zikaVitoliya zinde kakhulu The Victoria Falls are very high