Inguqulelo ka abandon in isiXhosa

abandon

-shiya

Ubizo-magama /uh-ban-duhn/

isenziabandoned, abandoning

  • 1

    -shiya
    -lahla
    -yeka
    Mike abandoned his broken shoes on the road UMike washiya izihlangu zakhe ezikrazukileyo endleleni
  • 2

    -yeka
    -shiya
    We will abandon the soccer game if it rains Siza kuwuyeka umdlalo wesoka ukuba kuyana