Inguqulelo ka abbreviate in isiXhosa

abbreviate

-finyeza

Ubizo-magama /uh-bree-vee-ayt/

isenziabbreviated, abbreviating

inzululwazi geelwimi

  • 1

    -finyeza
    -shunqulela
    We can abbreviate the word "Mister" to "Mr" Sinakho ukulifinyeza igama u"Mnumzana" libe ngu"Mnu"