Inguqulelo ka absorb in isiXhosa

absorb

-funxa

Ubizo-magama /ab-sawb or ab-zawb/

isenziabsorbed, absorbing

  • 1

    -funxa
    Use a towel to absorb the water Sebenzisa itawuli ukufunxa amanzi
    Roots absorb their water and food from the soil Iingcambu zifunxa amanzi nokutya kwazo emhlabeni