Inguqulelo ka accompany in isiXhosa

accompany

-khapha

Ubizo-magama /uh-kum-puh-nee/

isenziaccompanied, accompanying

  • 1

    -khapha
    Maria asked David to accompany her to the party UMaria wacela uDavide ukuba amkhaphe ukuya ethekweni
  • 2

    -khapha
    Sue sang and Linda accompanied her on the guitar USue wacula waze uLinda wamkhapha ngekatari