Inguqulelo ka account in isiXhosa

account

ityala

Ubizo-magama /uh-kownt/

isibizoPlural accounts

  • 1

    ityala
    iakhawunti
    I paid the account from Telkom Ndalihlawula ityala lakwaTelkom
  • 2

    inkcazo
    Lydia gave the policeman an account of the robbery ULydia wanika ipolisa inkcazo yendlela ekuqhekezwe ngayo