Inguqulelo ka accurate in isiXhosa

accurate

-chanekile(yo)

Ubizo-magama /ak-yuu-ruht/

isiphawulimore accurate, most accurate

  • 1

    -chanekile(yo)
    Is this an accurate history of the ANC? Ngaba yimbali echanekileyo yeANC le?
    The calculations must be accurate Ubalo kufuneka lube loluchanekileyo