Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ache in isiXhosa

: ache1ache2

ache1

-qaqamba

Ubizo-magama /ayk/

isenziached, aching

  • 1

    -qaqamba
    My head has ached all day Intloko yam iqaqambe imini yonke

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ache in isiXhosa

: ache1ache2

ache2

iingqaqambo

Ubizo-magama /ayk/

isibizoPlural aches

  • 1

    iingqaqambo
    iintlungu
    ubuhlungu
    I have an ache in my back Ndineengqaqambo ezisemqolo
    She has a stomach ache Unesisu esibuhlungu
    He has a headache Unentloko eqaqambayo

Usetyenziso

Note that 'iingqaqambo' and 'iintlungu' are used in the plural in this sense. Sentences that use the noun 'ache' are often translated using the relative '-buhlungu' in isiXhosa, or by using forms of verbs.