Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika acid in isiXhosa

: acid1acid2

acid1

iasidi

Ubizo-magama /ass-id/

isibizoPlural acids

ikhemistri

  • 1

    iasidi
    Vinegar is a liquid acid that we use to preserve food Iviniga yiasidi ebumanzirha esiyisebenzisa ekukhuseleni ukutya kungaboli
    → Compare base
    • a chemical substance that contains hydrogen and, when dissolved in water, has a pH level of below 7
    • into engumchiza okanye eyikhemikhali, equlethe ihayidrojini, nethi yakunyityilikiswa emanzini ibe nomlinganiselo weasidi nealkali obizwa ngokuba yipH, ongaphantsi ko-7

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika acid in isiXhosa

: acid1acid2

acid2

-muncu

Ubizo-magama /ass-id/

isiphawuli

  • 1

    -muncu
    The fruit has an acid taste Iziqhamo zimuncu
  • 2

    Vinegar is an acid substance Iviniga yinto eyiasidi
    • with a pH below 7
    • inepH engaphantsi kwesi-7