Inguqulelo ka across in isiXhosa

across

-ngaphesheya kwa-

Ubizo-magama /uh-kross/

isihlomelo & preposition

  • 1

    -ngaphesheya kwa-
    phesheya kwa-
    -ngaphaya kwa-
    Nandi walked to the shop across the road UNandi uye evenkileni ngaphesheya kwendlela
    The clinic is across the river Iklinikhi ingaphesheya komlambo