Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika act in isiXhosa

: act1act2

act1

isenzo

Ubizo-magama /akt/

isibizoPlural acts

  • 1

    isenzo
    Hitting someone is an act of violence Ukubetha umntu sisenzo senkohlakalo
  • 2

    idrama
    indima
    The play, Macbeth, has five acts Umdlalo, uMacbeth, uneendima ezintlanu
  • 3

    umthetho
    The government created the Children's Act to protect children Urhulumente uwise uMthetho waBantwana wokukhusela abantwana

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika act in isiXhosa

: act1act2

act2

-enza

Ubizo-magama /akt/

isenziacted, acting

  • 1

    -enza
    -thatha inyathelo
    Mandy acted quickly and put out the fire UMandy wakhawuleza wathatha inyathelo wawucima umlilo
  • 2

    idrama
    -linganisa
    -dlala indawo
    Will you act as the robber in the play? Ungayidlala indawo yokuba ngumkhuthuzi kulo mdlalo?
  • 3ngokungekho sikweni

    -zenzisa
    Stop acting! I know you're not sick Yeka ukuzenzisa! Ndiyayazi ukuba awuguli
    → Synonym of pretend