Inguqulelo ka activity in isiXhosa

activity

umsebenzi

Ubizo-magama /ak-tiv-i-tee/

isibizoPlural activities

  • 1

    umsebenzi
    The learners are busy with activities in the afternoon Abafundi baxakeka ngumsebenzi omninzi emalanga
  • 2

    okwenzekayo
    okuqhubekayo
    The soccer stadium is full of activity Kuninzi okwenzekayo kwibala lesoka