Inguqulelo ka adapt in isiXhosa

adapt

-guqula

Ubizo-magama /uh-dapt/

isenziadapted, adapting

  • 1

    -guqula
    -qhelanisa
    We had to adapt to living without electricity Kufuneke ukuba siguqule indlela yokuphila ilungele ukuhlala ngaphandle kombane
  • 2

    -jika
    -tshintsha
    They adapted the house for use as a school Bayitshintsha indlu, bayilungiselela ukuba isetyenziswe ngengesikolo