Inguqulelo ka adopt in isiXhosa

adopt

-amkela

Ubizo-magama /uh-dopt/

isenziadopted, adopting

  • 1

    -amkela
    -thatha
    My aunt adopted her sister's children, after her sister died Umakazi wabamkela njengabakhe abantwana bakadade wabo, emva kokusweleka kwakhe
  • 2

    -thatha
    -sebenzisa
    -landela
    Doctors have adopted new methods for treating TB Oogqirha basebenzisa iindlela ezintsha zokunyanga i-TB