Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika aim in isiXhosa

: aim1aim2

aim1

-jolisa

Ubizo-magama /aym/

isenziaimed, aiming

  • 1

    -jolisa
    The hunter aimed the gun at the animal Umzingeli wajolisa umpu kwisilwanyana
  • 2

    -jolisa
    Aim the ball at the goal Jolisa ibhola ezipalini
  • 3

    -xunela
    -jonga
    I aim to finish my work before supper Ndijonge ukugqiba umsebenzi wam phambi kwesidlo sangokuhlwa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika aim in isiXhosa

: aim1aim2

aim2

injongo

Ubizo-magama /aym/

isibizoPlural aims

  • 1

    injongo
    Her aim is to speak isiXhosa well Injongo yakhe kukuthetha kakuhle isiXhosa
  • 2

    ujoliso
    The soccer player's aim is very accurate Ujoliso lomdlali wesoka luchanekile