Inguqulelo ka alcoholic in isiXhosa

alcoholic

-nealkhoholi

isiphawuli

  • 1

    -nealkhoholi
    Alcoholic drinks can make people drunk Iziselo ezinealkhoholi zingabanxilisa abantu

Inguqulelo ka alcoholic in isiXhosa

alcoholic

inxila

isibizoPlural alcoholics

  • 1

    inxila
    ikhoboka lotywala
    He is an alcoholic Ulikhoboka lotywala