Inguqulelo ka alert in isiXhosa

alert

-phaphamile(yo)

Ubizo-magama /uh-lurt/

isiphawulimore alert, most alert

  • 1

    -phaphamile(yo)
    -vukile(yo)
    -neliso
    An alert police officer saw the robber and chased him Ipolisa eliphaphamileyo labona umkhuthuzi laze lamsukela