Inguqulelo ka alien in isiXhosa

alien

Ubizo-magama /ay-lee-uhn/

isibizoPlural aliens

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    umntu okanye isityalo selinye ilizwe
    engezizo zalapha
    umfiki welinye ilizwe
    • a plant, person or animal that comes from another place
    • isityalo, umntu okanye isilwanyana esivela kwenye indawo

isiphawuli

  • 1

    PC+-amanye amazwe
    Alien plants are sometimes harmful to the indigenous vegetation Izityalo zamanye amazwe zidla ngokonakalisa izityalo zalapha