Inguqulelo ka all in isiXhosa

all

-onke

Ubizo-magama /awl/

iceba

  • 1

    (every)
    -onke
    All people need water Bonke abantu bafuna amanzi
    Are we all here? Sikho sonke?
    All the dogs are asleep Zonke izinja zilele
  • 2

    (the whole)
    -onke
    Hans has eaten all the cake UHans uyitye yonke ikeyiki
    It rained all day Ine yonke imini