Inguqulelo ka all right in isiXhosa

all right

-sindile

  • 1

    -sindile
    -enzakalanga
    Was he all right after the accident? Akenzakalanga emva kwengozi?
  • 2

    kulungile
    kuhle
    Yes, all right, I'll phone him Ewe, kulungile, ndakumfowunela

Inguqulelo ka all right in isiXhosa

all right

-philile

  • 1ngokungekho sikweni

    -philile
    "Are you all right?" "Yes, I'm fine, thanks." "Uphilile?" "Ewe, ndiphilile, enkosi."
  • 2

    ewe
    kulungile
    "Will you come?" "All right!" "Uza kuza?" "Kulungile!"
    → Synonym of OK yes