Inguqulelo ka also in isiXhosa

also

ngokunjalo

Ubizo-magama /awl-soh/

isihlomelo

  • 1

    ngokunjalo
    kananjalo
    na-
    futhi
    I need milk; I also need sugar Ndifuna ubisi; ndifuna iswekile ngokunjalo
    I saw an elephant and also a buffalo Ndibone indlovu nenyathi ngokunjalo
    Will you also come? Uza kuza nawe?
    I will also go Ndiza kuza nam

Usetyenziso

When you translate 'and also' from English, it is not necessary to use both 'na-' and 'ngokunjalo', but it is not wrong to do so.