Inguqulelo ka alternative in isiXhosa

alternative

enye into

Ubizo-magama /ol-turn-uh-tiv/

isibizoPlural alternatives

  • 1

    enye into
    I don't eat meat. Are there alternatives on the menu? Andiyityi inyama. ikhona enye into endaweni yayo kwimenyu?

Inguqulelo ka alternative in isiXhosa

alternative

-nye

Ubizo-magama /ol-turn-uh-tiv/

isiphawuli

  • 1

    -nye
    This road is closed. Is there an alternative road to Mthatha? Le ndlela ivaliwe. Ikhona enye indlela eya eMthatha?