Inguqulelo ka always in isiXhosa

always

njalo

Ubizo-magama /awl-wayz/

isihlomelo

  • 1

    njalo
    rhoqo
    lonke ixesha
    okoko
    qho
    The police station is always open, day and night Isikhululo samapolisa sivulwa lonke ixesha, emini nasebusuku
  • 2

    soloko
    soloko rhoqo
    I always accompany my grandmother when she goes to the doctor Ndisoloko ndimkhapha umakhulu xa esiya kwagqira
    I will always remember him Ndiya kusoloko ndimkhumbula

Usetyenziso

'Soloko' is an auxiliary verb that adds the sense of 'always' to other verbs. It can also be used together with adverbs that mean 'always'.