Inguqulelo ka among in isiXhosa

among

phakathi kwa-

(amongst)

Ubizo-magama /uh-mung/

preposition

  • 1

    phakathi kwa-
    Your letter is somewhere among these books Ileta yakho ikwalapha phakathi kwezi ncwadi
    You are among friends Uphakathi kwabahlobo
  • 2

    phakathi kwa-
    Share the sweets among the boys Yahlula iilekese phakathi kwamakhwenkwe

Usetyenziso

We use 'among' when there are three or more people or things involved, for example 'Discuss it among yourselves'. Use 'between' for two people or things, for example 'Discuss it between you and Bob'.