Inguqulelo ka analyse in isiXhosa

analyse

-xilonga

Ubizo-magama /an-uh-lize/

isenzianalysed, analysing

  • 1

    -xilonga
    Scientists analysed the water and found poisonous chemicals in it Iingcaphephe zenzululwazi zixilonge amanzi zawafumana eneekhemikali eziyityhefu kuwo
  • 2

    -hlalutya
    We need to analyse the newspaper article Kufuneka silihlalutye inqaku lephephandaba