Inguqulelo ka and in isiXhosa

and

na-

Ubizo-magama /and/

isihlanganisi

  • 1

    (to connect nouns, pronouns, adverbs or conjunctions)
    na-
    A boy and a girl are singing Inkwenkwe nentombazana bayacula
    cats and dogs iikati nezinja
    He and I are here Yena nam silapha
    here and there apha naphaya
  • 2

    (to connect verbs)
    Come and tell me Yiza undixelele
    Go and sleep Hamba uye kulala
  • 3

    (to connect verbs)
    ze
    The children laugh and play Abantwana bayahleka ze badlale