Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika answer in isiXhosa

: answer1answer2

answer1

impendulo

Ubizo-magama /aan-suh/

isibizoPlural answers

  • 1

    impendulo
    Did you get an answer to your letter? Uyifumene impendulo yeleta yakho?
  • 2

    impendulo
    What is the correct answer to this sum? Ithini impendulo echanekileyo kwesi sibalo?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika answer in isiXhosa

: answer1answer2

answer2

-phendula

Ubizo-magama /aan-suh/

isenzianswered, answering

  • 1

    -phendula
    Sally answered every question in the test USally waphendula umbuzo ngamnye kuvavanyo
    Please answer when I talk to you Khawuncede uphendule xa ndithetha nawe