Inguqulelo ka apparatus in isiXhosa

apparatus

isixhobo sokufundisa

Ubizo-magama /ap-uh-ray-tuhss/

isibizo

  • 1

    isixhobo sokufundisa
    isixhobo sokusebenza
    This apparatus is used for experiments in the Science class Esi sixhobo sokufundisa sisetyenziselwa ukubonisa iieksperimenti kwiklasi yeNzululwazi