Inguqulelo ka appointment in isiXhosa

appointment

idinga

Ubizo-magama /a-poynt-muhnt/

isibizoPlural appointments

  • 1

    idinga
    Jabu's appointment at the clinic is at ten o'clock Idinga likaJabu eklinikhi lingentsimbi yeshumi kusasa
  • 2

    ingqesho
    the appointment of a new manager ingqesho yemanejala entsha