Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika approach in isiXhosa

: approach1approach2

approach1

indlela

Ubizo-magama /uh-prohtsh/

isibizoPlural approaches

  • 1

    indlela
    This is a new approach to writing history Yindlela entsha le yokubhala imbali
  • 2

    ukusondela
    The approach of winter reminds me to get firewood Ukusondela kobusika kundikhumbuza ukuba ndifune iinkuni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika approach in isiXhosa

: approach1approach2

approach2

-sondela

Ubizo-magama /uh-prohtsh/

isenziapproached, approaching

  • 1

    -sondela
    We are approaching the station now Siyasondela esitishini ngoku
  • 2

    -velela
    -qala
    How shall we approach this problem? Singayivelela njani le ngxaki?