Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika arm in isiXhosa

: arm1arm2

arm1

ingalo

Ubizo-magama /aam/

isibizoPlural arms

  • 1

    ingalo
    Paul has strong arms UPaul uneengalo ezomeleleyo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika arm in isiXhosa

: arm1arm2

arm2

-xhobisa

Ubizo-magama /aam/

isenziarmed, arming

  • 1

    -xhobisa
    They armed the men with AK47s Bawaxhobisa amadoda ngee-AK47