Inguqulelo ka arrange in isiXhosa

arrange

-cwangcisa

Ubizo-magama /uh-raynj/

isenziarranged, arranging

  • 1

    -cwangcisa
    -lungisa
    -dwelisa
    We'll arrange the chairs in a circle Siza kuzicwangcisa izitulo ngokwesangqa
  • 2

    -lungiselela
    He arranged the President's trip to Kinshasa Ulungiselele uhambo lukaMongameli oluya eKinshasa