Inguqulelo ka art in isiXhosa

art

ubugcisa bokuzoba

Ubizo-magama /aat/

isibizo

  • 1

    ubugcisa bokuzoba
    ubuchule bokuzoba
    Michelle draws well and she wants to study art UMichelle uzoba kakuhle yaye ufuna ukufundela ubugcisa bokuzoba