Inguqulelo ka article in isiXhosa

article

inqaku

Ubizo-magama /aat-i-kuhl/

isibizoPlural articles

  • 1

    inqaku
    I'm reading an article in the newspaper Ndifunda inqaku kwiphephandaba
  • 2

    into
    Put two articles, for example a flower and a jug, on the table and draw them Beka izinto ezimbini, umzekelo, intyatyambo kunye nejoko etafileni uze uzizobe
    → Synonym of thing
  • 3

    inzululwazi geelwimi
    iceba
    • in English, a short word before a noun that specifies whether the noun is definite or indefinite. The English words "a" and "an" are indefinite articles, and "the" is a definite article
    • EsiNgesini, iganyana eliphambi kwesibizo elicacisa ukuba isibizo eso siqinisekile okanye asiqinisekanga. Amagama esiNgesi u"a" no"an" ngamaceba angaqisekanga, aze u"the" yena abe liceba eliqinisekileyo