Inguqulelo ka asset in isiXhosa

asset

ixabiso

Ubizo-magama /ass-et/

isibizoPlural assets

  • 1

    ixabiso
    uncedo
    This teacher is an asset to the school Lo titshala uluncedo kwesi sikolo
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    ibango
    iimpahla
    iasethi
    The assets of this business include furniture and two computers Iiasethi zeli shishini ziquka ifanitshala neekhompyutha ezimbini
    → Compare liability
    • something owned by a business or person, which can be used or sold
    • into anayo usomashishini okanye umntu, enokusetyenziswa okanye ithengiswe