Inguqulelo ka atmosphere in isiXhosa

atmosphere

iatmosfera

Ubizo-magama /at-muhss-feer/

isibizo

  • 1

    ifiziksi
    iatmosfera
    Oxygen is one of the important gases in our atmosphere Ioksijini yenye yeegesi ezibalulekileyo ezikwiatmsofera
    • the mixture of gases that surrounds the Earth
    • umxube weegesi ezijikeleze iHlabathi
  • 2

    umoya
    There's a happy atmosphere in our classroom Kukho umoya wolonwabo eklasini yethu