Inguqulelo ka attempt in isiXhosa

attempt

-zama

Ubizo-magama /uh-temt/

isenziattempted, attempting

  • 1

    -zama
    -linga
    I attempted to fix my bike, but failed Ndizamile ukuyilungisa ibhayisekile yam, kodwa ndawa phantsi

isibizo

  • 1

    umzamo
    ilinge
    Was your attempt to bake a cake successful? Ilinge lakho lokubhaka ikeyiki liphumelele?