Inguqulelo ka autobiography in isiXhosa

autobiography

Ubizo-magama /awt-uh-by-og-ruh-fee/

isibizoPlural autobiographies

imbali uncwadi

  • 1

    imbali yobomi bomntu ayibhale ngokwakhe
    Nelson Mandela started writing his autobiography while he was in prison UNelson Mandela waqala ukubhala ngembali yobomi bakhe esentolongweni
    → Compare biography
    • the story that a person writes about his or her own life
    • ibali athi umntu alibhale ngobomi bakhe