Inguqulelo ka baby in isiXhosa

baby

usana

Ubizo-magama /bay-bee/

isibizoPlural babies

  • 1

    usana
    imveku
    The baby is crying Usana luyalila
    Sindi is going to have a baby USindi uza kuba nosana
  • 2

    (of an animal)
    intshontsho
    ithole
    inkonyana
    a monkey holding her baby inkawu ibamba intshontsho layo

Usetyenziso

'Ithole' and 'inkonyana' are used for the young of cattle. For the young of horses, zebras and donkeys, the word 'inkonyana' or 'intshontsho' is used. 'Itakane' is used for goats, sheep and smaller antelopes. For larger antelope, 'ithole' is used. Babies of all in the cat family are 'amantshontsho'.