Inguqulelo ka badly in isiXhosa

badly

kakubi

Ubizo-magama /bad-lee/

isihlomeloworse

  • 1

    kakubi
    Jabu did his work badly, but Mike did his well UJabu uwenze kakubi umsebenzi wakhe, kodwa uMike uwenze kakuhle owakhe
  • 2

    kakubi
    kakhulu
    She was badly injured Wenzakele kakubi