Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bang in isiXhosa

: bang1bang2

bang1

-mbakraza

Ubizo-magama /bang/

isenzibanged, banging

  • 1

    -mbakraza
    Don't bang the door! Musa ukumbakraza ucango!

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bang in isiXhosa

: bang1bang2

bang2

isithonga

Ubizo-magama /bang/

isibizoPlural bangs

  • 1

    isithonga
    I heard a bang when the car crashed Ndive isithonga xa imoto intlitheka
  • 2

    qhwa
    qhashu
    gqwa
    bhaa
    mba
    The balloons went "bang, bang, bang"! Iibhaloni zithe "qhwa, qhashu, gqwa"!

Usetyenziso

'Qhwa, qhashu' and 'gqwa' are ideophones that you use to describe a noise like that of a balloon bursting. The ideophones 'bhaa' and 'mba' are used to describe the noise of a banging door.