Inguqulelo ka bank in isiXhosa

bank

ibhanki

Ubizo-magama /bangk/

isibizoPlural banks

  • 1

    ibhanki
    I've got R300 in the bank Ndinama-R300 ebhankini
  • 2

    udonga
    udini
    We sat on the bank of the river Sahlala eludinini lomlambo

Usetyenziso

In isiXhosa it is more normal to translate 'We sat on the bank of the river' as 'Sahlala phezu komlambo'.