Inguqulelo ka bare in isiXhosa

bare

-ze

Ubizo-magama /bair/

isiphawuli & isihlomelobarer, barest

  • 1

    -ze
    ze
    Why is the child walking about bare? Where are his clothes? Kutheni umntwana ehamba ze nje?Ziphi iimpahla zakhe?
  • 2

    -ze
    -gqumekanga
    -ngabi nanto
    The walls in his room are bare Iindonga azigqumekanga egumbini lakhe

Usetyenziso

Don't confuse 'bare' with 'bear'. Idiomatically, people usually translate 'Why are you bare-foot?' as 'Kutheni uhamba ngeenyawo?'