Inguqulelo ka barrier in isiXhosa

barrier

isithintelo

Ubizo-magama /ba-ree-uh/

isibizoPlural barriers

  • 1

    isithintelo
    umvalo
    umqobo
    The police put a barrier across the road to stop cars Amapolisa abeke isithintelo endleleni ukuze anqande iimoto
    Hunger is a barrier to learning Indlala sisithintelo sokufunda