Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika base in isiXhosa

: base1base2

base1

-sekela

Ubizo-magama /bayss/

isenzibased, basing

  • 1

    -sekela
    -akhela
    -qala
    The film is based on a true story Le filimu isekelwe kwibali eliyinyani
  • 2

    -beka
    -misa
    We will base the business in Cradock Siza kulibeka eKaladokhwe ishishini

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika base in isiXhosa

: base1base2

base2

umphantsi

Ubizo-magama /bayss/

isibizoPlural bases

  • 1

    umphantsi
    isibunu
    The base of the pot is made of copper Umphantsi wembiza wenziwe ngobhedu
  • 2

    izibalo
    umphantsi
    umzantsi
    isiseko
    isakhiwo
    Which of these shapes has a square base? Yiyiphi kwezi milo enomzantsi osikwere?
    • the bottom part of a shape or object, on which the shape or object rests
    • umphantsi wemilo okanye wento, ehlala kuwo imilo okanye into leyo
  • 3

    ikhaya
    ikomkhulu
    Our business has its base in Pretoria Ishishini lethu linekomkhulu ePitoli
  • 4

    ikhemistri
    isiseko
    → Compare acid
    • a substance that is not acid and which has a pH greater than 7, for example, soap
    • into engeyoasidi nenomlinganiselo wepH ongaphezulu ku-7, umzekelo, isephu
  • 5

    isiseko
    Literacy is the base of other learning Ulwazi lokufunda sisiseko sezinye izifundo