Inguqulelo ka batter in isiXhosa

batter

-ntlekeza

Ubizo-magama /bat-uh/

isenzibattered, battering

  • 1

    -ntlekeza
    -dlakaza
    -betha ngokuqgithisileyo
    The storm battered our house Isichotho sayidlakaza indlu yethu
    Mkhize was sent to jail for battering his wife UMkhize ubanjelwe ukubetha ngokugqithisileyo inkosikazi yakhe